Duteronomi 32:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngokuba olu hlanga luphelelwe ngamacebo,+Akukho ukuqonda phakathi kwabo.+ INdumiso 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Musa ukuzenza ube njengehashe okanye imeyile engenakuqonda,+Ukudlamka kwazo okumelwe kulawulwe ngomkhala okanye intambo+Ngaphambi kokuba zisondele kuwe.”+ Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+
9 Musa ukuzenza ube njengehashe okanye imeyile engenakuqonda,+Ukudlamka kwazo okumelwe kulawulwe ngomkhala okanye intambo+Ngaphambi kokuba zisondele kuwe.”+
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+