IZenzo 5:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko ke, nakule meko, ndithi kuni, Musani ukugxuphuleka kwaba bantu, kodwa bayekeni; (ngenxa yokuba, ukuba eli cebo okanye lo msebenzi ngowabantu, uya kubhukuqwa;+ IZenzo 5:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+
38 Ngoko ke, nakule meko, ndithi kuni, Musani ukugxuphuleka kwaba bantu, kodwa bayekeni; (ngenxa yokuba, ukuba eli cebo okanye lo msebenzi ngowabantu, uya kubhukuqwa;+
39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+