Yakobi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+
10 nalowo usisityebi+ ngenxa yokuthotywa kwakhe, ngenxa yokuba uya kuthi shwaka njengentyatyambo yotyani.+