IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 24:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Enye ingobozi, yayinamakhiwane alunge kakhulu, njengamakhiwane asekuqaleni;+ enye ingobozi, yayinamakhiwane amabi kakhulu, kangangokuba ayengenakudliwa ngenxa yobubi.

  • Nahum 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Zonke iindawo zakho ezinqatyisiweyo zinjengemikhiwane eneentlahlela, enokuthi, ukuba iye yavuthululwa, ngokuqinisekileyo iwele emlonyeni wodlayo.+

  • ISityhilelo 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 neenkwenkwezi zezulu zawela emhlabeni, njengaxa umkhiwane ogungqiswa ngumoya omkhulu uwisa amakhiwane awo angavuthwanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share