Hebhere 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abo bathe ngokuwasenzisa amandla abo okuqonda+ bawaqeqeshela ukwahlula okulungileyo nokubi.+
14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abo bathe ngokuwasenzisa amandla abo okuqonda+ bawaqeqeshela ukwahlula okulungileyo nokubi.+