2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Isaya 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngokuqinisekileyo abaninzi phakathi kwabo baya kukhubeka bawe baze baphuke, barhintyelwe babanjwe.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
15 Kwaye ngokuqinisekileyo abaninzi phakathi kwabo baya kukhubeka bawe baze baphuke, barhintyelwe babanjwe.+