Hebhere 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+ Hebhere 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye emva kokuba enziwe wagqibelela+ waba nembopheleleko yosindiso olungunaphakade+ kubo bonke abo bamthobelayo,+
10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+
9 yaye emva kokuba enziwe wagqibelela+ waba nembopheleleko yosindiso olungunaphakade+ kubo bonke abo bamthobelayo,+