Mateyu 21:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’? Marko 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+ Luka 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+ IZenzo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yena ‘ulilitye elaphathwa nini bakhi njengelingabalulekanga eliye laba yintloko yembombo.’+
42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’?
10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+
17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+