IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 9:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye+ lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka,+ kodwa lowo ukholwayo kulo akayi kudaniswa.”+

  • Roma 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ISibhalo sithi: “Akukho namnye ukholwayo+ kuye uya kudaniswa.”+

  • 1 Petros 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba sithi iSibhalo: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye, elinyuliweyo, ilitye lembombo elisisiseko, elixabisekileyo; yaye akukho namnye ukholwayo kulo uya kudaniswa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share