IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kwaye yena uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa;+

      Uya kuchophela amatyala amaqela eentlanga ngokuthe tye.+

  • INdumiso 35:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ndigwebe ngokobulungisa bakho, Yehova Thixo wam,+

      Yaye ngamana bangangabi nemihlali ngam.+

  • Yeremiya 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share