Yeremiya 42:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+ Yeremiya 43:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+ Hezekile 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+
14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+
7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+
15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+