INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ INdumiso 103:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akayi kuqhubeka ehlab’ amadlala ngalo lonke ixesha,+Engayi kuhlala ecaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
9 Akayi kuqhubeka ehlab’ amadlala ngalo lonke ixesha,+Engayi kuhlala ecaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+