Yeremiya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, ndilungise, Yehova, ngomgwebo;+ kungekhona ngomsindo wakho,+ ukuze ungandinciphisi ndingabi nto yanto.+ Hebhere 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+ Hebhere 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.
24 Noko ke, ndilungise, Yehova, ngomgwebo;+ kungekhona ngomsindo wakho,+ ukuze ungandinciphisi ndingabi nto yanto.+
6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+
11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.