INdumiso 69:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Mawabe mnyama amehlo abo ukuze bangaboni;+Isinqe sabo sibangele sigexe rhoqo.+ Isaya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+ IZenzo 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+ Roma 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+
10 Yenza intliziyo yesi sizwana ibe lukhuni,+ neendlebe zaso zenze zithi nkqi,+ vingca amehlo aso, ukuze singaboni ngamehlo aso, singeva nangeendlebe zaso, kuba hleze siqonde ngentliziyo yaso, sibuye, ndize ndisiphilise.”+
27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+
8 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “UThixo ubanike umoya wobuthongo obunzulu,+ amehlo angaboniyo neendlebe ezingevayo, unanamhla.”+