IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Izilumko zibe neentloni.+ Zinkwantyile kwaye ziya kubanjiswa. Khangela! Ziligatyile ilizwi likaYehova, zinabuphi na ke ubulumko?+

  • Yohane 9:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Wathi uYesu: “Ndizele lo mgwebo+ kweli hlabathi: ukuba abo bangaboniyo babone+ nabo babonayo babe ziimfama.”+

  • IZenzo 28:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+

  • Roma 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+

  • 1 Korinte 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share