IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 32:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nanku nisuke nema esikhundleni sooyihlo njengenzala yabantu abanesono ukuze nikongeze ngokubhekele phaya ukuvutha komsindo kaYehova+ kuSirayeli.

  • Hoseya 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share