INdumiso 99:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye ngamandla kakumkani uthande umgwebo.+Wena ukumisele ngokuqinileyo oko kuthe tye.+Wenze umgwebo nobulungisa kwaYakobi.+ Yeremiya 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, ndilungise, Yehova, ngomgwebo;+ kungekhona ngomsindo wakho,+ ukuze ungandinciphisi ndingabi nto yanto.+ Roma 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke siyazi ukuba umgwebo kaThixo, ngokuvumelana nenyaniso,+ unxamnye nabo baqhelisela izinto ezinjalo.
4 Kwaye ngamandla kakumkani uthande umgwebo.+Wena ukumisele ngokuqinileyo oko kuthe tye.+Wenze umgwebo nobulungisa kwaYakobi.+
24 Noko ke, ndilungise, Yehova, ngomgwebo;+ kungekhona ngomsindo wakho,+ ukuze ungandinciphisi ndingabi nto yanto.+
2 Ke siyazi ukuba umgwebo kaThixo, ngokuvumelana nenyaniso,+ unxamnye nabo baqhelisela izinto ezinjalo.