IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Sukuma, Yehova, emsindweni wakho;+

      Ziphakamise ekudubulekeni kokuvutha komsindo wabo babonisa ubutshaba kum,+

      Vuka ngenxa yam,+ ekubeni unikele umyalelo womgwebo.+

  • Mika 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba, khangela! uYehova uyaphuma endaweni yakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuhla aze anyathele kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba.+

  • Hebhere 12:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngelo xesha ilizwi lakhe lawugungqisa umhlaba,+ kodwa ngoku uye wathembisa, esithi: “Ndiza kuphinda ndiqungaqunge kungekuphela nje umhlaba kodwa kwanezulu.”+

  • 2 Petros 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+

  • ISityhilelo 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaza kwabakho imibane namazwi neendudumo, kwabakho nenyikima yomhlaba enkulu,+ nyikima leyo ekungazange kubekho inkulu njengayo+ nebanzi njengayo,+ embalini yabantu emhlabeni.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share