ABagwebi 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yehova, ekuphumeni kwakho eSehire,+Ekuhambeni kwakho kumhlaba wakwaEdom,+Umhlaba wanyikima,+ avuza namazulu,+Namafu avuza amanzi.
4 Yehova, ekuphumeni kwakho eSehire,+Ekuhambeni kwakho kumhlaba wakwaEdom,+Umhlaba wanyikima,+ avuza namazulu,+Namafu avuza amanzi.