Isaya 37:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. Hezekile 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ilapho iAsiriya nebandla lonke layo.+ Amangcwaba akhe amjikelezile. Bonke babulewe, abo bawa ngekrele.+
38 Wathi esaqubuda endlwini kaNiseroki+ uthixo wakhe,+ uAdrameleki noSharezere, oonyana bakhe, bamxabela ngekrele,+ baza bona basabela kwilizwe laseArarati.+ UEsar-hadon+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
22 Ilapho iAsiriya nebandla lonke layo.+ Amangcwaba akhe amjikelezile. Bonke babulewe, abo bawa ngekrele.+