Isaya 30:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+ Hezekile 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+
2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+
15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+