Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ INdumiso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+ INdumiso 45:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UThixo uyitrone yakho ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade;+Intonga yobukhosi yobukumkani bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+ Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+ Yohane 1:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 UNathaniyeli wamphendula wathi: “Rabhi, unguye uNyana kaThixo,+ unguye uKumkani+ kaSirayeli.”
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
6 UThixo uyitrone yakho ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade;+Intonga yobukhosi yobukumkani bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+