Yeremiya 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu. Mika 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.
26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu.
3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.