INdumiso 112:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+ צ [Tsa·dhehʹ]Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ק [Qohph]Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+ IMizekeliso 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+ IZenzo 9:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngako oko uPetros wesuka waza wahamba kunye nawo. Yaye xa wafikayo, bamkhokelela kwigumbi eliphezulu; baza bonke abahlolokazi beza kuye belila kwaye bembonisa izambatho zangaphantsi nezangaphezulu+ ezo uDorkas wayefudula ezenza ngoxa wayenabo.+
9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+ צ [Tsa·dhehʹ]Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ק [Qohph]Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+
24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+
39 Ngako oko uPetros wesuka waza wahamba kunye nawo. Yaye xa wafikayo, bamkhokelela kwigumbi eliphezulu; baza bonke abahlolokazi beza kuye belila kwaye bembonisa izambatho zangaphantsi nezangaphezulu+ ezo uDorkas wayefudula ezenza ngoxa wayenabo.+