Nahum 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye kuya kuthi wonk’ ubani okubonayo asabe emke kuwe+ uze ngokuqinisekileyo uthi, ‘INineve iphangiwe! Ngubani na oya kuvelana nayo?’ Ndiya kukufunela phi na abathuthuzeli?
7 Yaye kuya kuthi wonk’ ubani okubonayo asabe emke kuwe+ uze ngokuqinisekileyo uthi, ‘INineve iphangiwe! Ngubani na oya kuvelana nayo?’ Ndiya kukufunela phi na abathuthuzeli?