Yoshuwa 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko baya kuYoshuwa enkampini eGiligali+ baza bathi kuye nakumadoda akwaSirayeli: “Sivela kwilizwe elikude. Yaye ngoku yenzani umnqophiso+ kunye nathi.” Luka 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ukuba, enyanisweni, akanako, wandula ke ngoxa lowo esekude athumele igqiza loonozakuzaku, acele kubekho uxolo.+
6 Ngoko baya kuYoshuwa enkampini eGiligali+ baza bathi kuye nakumadoda akwaSirayeli: “Sivela kwilizwe elikude. Yaye ngoku yenzani umnqophiso+ kunye nathi.”
32 Ukuba, enyanisweni, akanako, wandula ke ngoxa lowo esekude athumele igqiza loonozakuzaku, acele kubekho uxolo.+