Isaya 54:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yenze ibe banzi ngakumbi indawo yentente yakho.+ Kwaye mabawolule amalaphu entente yomnquba wakho ozukileyo. Ungathinteli. Yandisa iintambo zentente yakho, uzenze zomelele izikhonkwane zentente yakho.+ Yeremiya 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Intente yam iphangiwe, neentambo zentente yam zonke ziqhawulwe kubini.+ Oonyana bam bemkile kum, abasekho.+ Akusekho bani utwabulula intente yam okanye omisa amalaphu entente yam.
2 “Yenze ibe banzi ngakumbi indawo yentente yakho.+ Kwaye mabawolule amalaphu entente yomnquba wakho ozukileyo. Ungathinteli. Yandisa iintambo zentente yakho, uzenze zomelele izikhonkwane zentente yakho.+
20 Intente yam iphangiwe, neentambo zentente yam zonke ziqhawulwe kubini.+ Oonyana bam bemkile kum, abasekho.+ Akusekho bani utwabulula intente yam okanye omisa amalaphu entente yam.