Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ INdumiso 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye amazulu axela ubulungisa bakhe,+Kuba uThixo nguMgwebi.+ Seʹlah. INdumiso 75:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba nguThixo umgwebi.+Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+ INdumiso 98:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+