Yeremiya 50:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “isiphoso sikaSirayeli siya kufunwa,+ kodwa asiyi kubakho; nezono zikaYuda,+ kodwa aziyi kufumaneka, kuba ndiya kubaxolela abo ndibashiyileyo.”+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+ Roma 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 unoyolo umntu osono sakhe uYehova angayi kuze asiqwalasele.”+
20 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “isiphoso sikaSirayeli siya kufunwa,+ kodwa asiyi kubakho; nezono zikaYuda,+ kodwa aziyi kufumaneka, kuba ndiya kubaxolela abo ndibashiyileyo.”+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+