Yeremiya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Xa kubuthwa, ndiya kubaphelisa,’ utsho uYehova.+ ‘Akuyi kubakho zidiliya emdiliyeni,+ kungabikho makhiwane emkhiwaneni, yaye ngokuqinisekileyo namahlamvu aya kubuna. Nezinto endibanika zona ziya kudlula kubo.’”
13 “‘Xa kubuthwa, ndiya kubaphelisa,’ utsho uYehova.+ ‘Akuyi kubakho zidiliya emdiliyeni,+ kungabikho makhiwane emkhiwaneni, yaye ngokuqinisekileyo namahlamvu aya kubuna. Nezinto endibanika zona ziya kudlula kubo.’”