IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+

      Sabambelela elugwebeni isandla sam,+

      Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+

      Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+

  • INdumiso 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Phakama, Yehova; ujamelane naye ubuso ngobuso;+

      Menze aqubude; wusindise umphefumlo wam kwabangendawo ngekrele lakho,+

  • Yeremiya 46:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Loo mini yeyeNkosi enguMongami, uYehova wemikhosi, imini yempindezelo yokuziphindezelela kwiintshaba zakhe.+ Yaye ngokuqinisekileyo ikrele liya kuqwenga lizanelise lize lizaliswe ligazi, kuba iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, inombingelelo+ kwilizwe lasemntla ngakuMlambo umEfrate.+

  • Hezekile 21:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye umele uthi kumhlaba wakwaSirayeli, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndinxamnye nawe,+ yaye ndiza kurhola ikrele lam esingxotyeni salo+ ndize ndinqumle kuwe olilungisa nongendawo.+

  • Zefaniya 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Nani, maTiyopiya,+ nani ngokwenu niya kuba ngabantu ababulewe likrele lam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share