Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ Duteronomi 32:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+ INdumiso 94:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+ Roma 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+
19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+