Hoseya 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.
5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.