IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 72:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni;+

      Encotsheni yeentaba kuya kubakho ukuphuphuma.+

      Isiqhamo sakhe siya kuba njengaseLebhanon,+

      Nabo baphuma esixekweni baya kutyatyamba njengotyani bomhlaba.+

  • Isaya 60:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Lona kanye uzuko lweLebhanon luya kuza kuwe, umthi wejunipha, umthi womqwehle nomsipres ngaxeshanye,+ ukuze kuhonjiswe indawo yengcwele yam;+ kwaye ndiya kuyizukisa indawo yeenyawo zam.+

  • Isaya 61:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 ukwabela abo bakhedamileyo eZiyon, ukubanika isigqubuthelo sentloko esikhundleni sothuthu,+ ioli yokugcoba+ esikhundleni sokuzila, ingubo yokwaleka yendumiso esikhundleni somoya odakumbileyo;+ yaye baya kubizwa ngokuba yimithi emikhulu yobulungisa,+ oko kutyalwe nguYehova,+ ukuze yena ahombe.+

  • Hoseya 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Amasetyana akhe aya kunaba, isidima sakhe siya kuba njengesomnquba,+ yaye ivumba lakhe elimnandi liya kuba njengelaseLebhanon.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share