Isaya 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndiya kugalela amanzi konxaniweyo,+ nemisinga ethontsizayo kwindawo eyomileyo.+ Ndiya kuthulula umoya wam embewini yakho,+ nentsikelelo yam kwinzala yakho. Yohane 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+
3 Kuba ndiya kugalela amanzi konxaniweyo,+ nemisinga ethontsizayo kwindawo eyomileyo.+ Ndiya kuthulula umoya wam embewini yakho,+ nentsikelelo yam kwinzala yakho.
14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+