INdumiso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Makandibuyekeze uYehova ngokobulungisa bam,+Ngokokuhlambuluka kwezandla zam phambi kwamehlo akhe.+ INdumiso 128:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 128 Unoyolo wonk’ ubani omoyikayo uYehova,+Ohamba ngeendlela zakhe.+ INtshumayeli 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+ Zefaniya 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 funani uYehova,+ nonke balulamileyo bomhlaba,+ baqhelisele isigwebo Sakhe. Funani ubulungisa,+ funani ululamo.+ Mhlawumbi+ niya kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+ Roma 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kodwa kuya kubakho uzuko nembeko noxolo kuye wonk’ ubani owenza okulungileyo,+ kumYuda kuqala+ nakumGrike.+
24 Makandibuyekeze uYehova ngokobulungisa bam,+Ngokokuhlambuluka kwezandla zam phambi kwamehlo akhe.+
12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+
3 funani uYehova,+ nonke balulamileyo bomhlaba,+ baqhelisele isigwebo Sakhe. Funani ubulungisa,+ funani ululamo.+ Mhlawumbi+ niya kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+
10 kodwa kuya kubakho uzuko nembeko noxolo kuye wonk’ ubani owenza okulungileyo,+ kumYuda kuqala+ nakumGrike.+