2 Elo lithumela abathunywa+ ngolwandle, nangemikhombe yemikhanzi phezu kwamanzi, lisithi: “Hambani, nina bathunywa bakhawulezayo, niye kuhlanga olude nolugudileyo, kwisizwana esoyikwayo kuyo yonk’ indawo, uhlanga olunamandla amakhulu nolugqushayo, olulizwe likhukuliswe yimilambo.”+