Isaya 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza wathi ke uYehova kuIsaya: “Khawuhambe, nceda, uhlangabeze uAhazi, wena noShehare-yashubhi+ unyana wakho, ekupheleni komsele wechibi+ eliphezulu ngakuhola wendlela ongasentsimini yomcoci weempahla.+
3 Waza wathi ke uYehova kuIsaya: “Khawuhambe, nceda, uhlangabeze uAhazi, wena noShehare-yashubhi+ unyana wakho, ekupheleni komsele wechibi+ eliphezulu ngakuhola wendlela ongasentsimini yomcoci weempahla.+