IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 28:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Banike ngokokwenza kwabo+

      Nangokobubi boqheliselo lwabo.+

      Banike ngokomsebenzi wezandla zabo.+

      Babuyisele ngokokwenza kwabo.+

  • INdumiso 62:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+

      Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+

  • 2 Korinte 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+

  • 2 Timoti 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 UAleksandire+ umkhandi wobhedu wandenza izinto ezininzi ezimbi—uYehova uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe+—

  • Yakobi 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba lowo ungenanceba uya kugwetywa ngokungenanceba.+ Kodwa yona inceba iyasongamela isigwebo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share