48 Kodwa elo lingaqondanga+ laza ngoko lenza izinto ezifanelwe yimivumbo liya kubethwa embalwa.+ Eneneni, wonk’ ubani onikwe okuninzi, kuya kufunwa okuninzi+ kuye; nalowo abantu bambeke ukuba aphathe okuninzi, baya kufuna okungakumbi kunokuqhelekileyo kuye.+