IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 32:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Musa ukuzenza ube njengehashe okanye imeyile engenakuqonda,+

      Ukudlamka kwazo okumelwe kulawulwe ngomkhala okanye intambo+

      Ngaphambi kokuba zisondele kuwe.”+

  • Isaya 30:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Nomoya wakhe unjengomsinga okhukulayo ofikelela entanyeni,+ ukuze ahluze iintlanga ngentluzo+ engento yanto; nomkhala+ obangela umntu abhadule uya kuba semihlathini yezizwana.+

  • Hezekile 38:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukujika ndikufake amagwegwe emihlathini+ ndize ndikuzise nawo wonke umkhosi wakho wamajoni,+ amahashe nabakhweli-mahashe, bonke bembethe ezikhethwe kakuhle,+ ibandla elikhulu, ngekhaka elikhulu nengweletshetshe, bonke bephethe amakrele;+

  • Amosi 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 INkosi enguMongami uYehova ifunge ubungcwele bayo yathi,+ ‘“Khangelani! Nizelwa yimihla, yaye ngokuqinisekileyo uya kuniphakamisa ngamagwegwe omxheli nenxalenye yokugqibela yenu ngamagwegwe okuloba iintlanzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share