INdumiso 102:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndibhityile,Yaye ndinjengentaka eyodwa eluphahleni.+ Yeremiya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yona kanye ingwamza emazulwini—iwazi kakuhle amaxesha ayo amisiweyo;+ nehobe lasendle+ nehlankomo nekhwebula—nganye iligcina kakuhle ixesha lokungena kwayo. Kodwa bona abantu bam, abawazanga umgwebo kaYehova.”’+
7 Yona kanye ingwamza emazulwini—iwazi kakuhle amaxesha ayo amisiweyo;+ nehobe lasendle+ nehlankomo nekhwebula—nganye iligcina kakuhle ixesha lokungena kwayo. Kodwa bona abantu bam, abawazanga umgwebo kaYehova.”’+