Isaya 59:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Sihlala sigcuma, sonke, njengeebhere; nanjengamahobe siyalila sikhedamile.+ Sahlala sithembe okusesikweni,+ kodwa kungabikho; usindiso, kodwa luhlalele kude kuthi.+ Hezekile 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye abasindileyo babo ngokuqinisekileyo baya kusinda+ baze babe sezintabeni njengamahobe asezintlanjeni,+ abadumzelayo bonke, ngamnye ngenxa yesiphoso sakhe. Nahum 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye kumiselwe oku; iye yatyhilwa; ngokuqinisekileyo iya kuthwalelwa kude,+ yaye amakhobokazana ayo aya kudumzela, njengesandi samahobe,+ ezibetha ngokuphindaphindiweyo ezintliziyweni.+
11 Sihlala sigcuma, sonke, njengeebhere; nanjengamahobe siyalila sikhedamile.+ Sahlala sithembe okusesikweni,+ kodwa kungabikho; usindiso, kodwa luhlalele kude kuthi.+
16 Kwaye abasindileyo babo ngokuqinisekileyo baya kusinda+ baze babe sezintabeni njengamahobe asezintlanjeni,+ abadumzelayo bonke, ngamnye ngenxa yesiphoso sakhe.
7 Yaye kumiselwe oku; iye yatyhilwa; ngokuqinisekileyo iya kuthwalelwa kude,+ yaye amakhobokazana ayo aya kudumzela, njengesandi samahobe,+ ezibetha ngokuphindaphindiweyo ezintliziyweni.+