INdumiso 39:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+
12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+