Isaya 43:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Mna—mna ndinguLowo ususa+ ukunxaxha kwakho+ ngenxa yam,+ kwaye izono zakho andiyi kuzikhumbula.+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+ Roma 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 unoyolo umntu osono sakhe uYehova angayi kuze asiqwalasele.”+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+