Genesis 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+ Duteronomi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+ Yoshuwa 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza wahlabela mgama wathi koonyana bakaSirayeli: “Xa oonyana benu bebuza ooyise kwixesha elizayo, besithi, ‘Athetha ntoni la matye?’+ INdumiso 78:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Esiwavileyo saza sawazi,+Nesawabaliselwa ngoobawo;+
19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+
9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+
21 Waza wahlabela mgama wathi koonyana bakaSirayeli: “Xa oonyana benu bebuza ooyise kwixesha elizayo, besithi, ‘Athetha ntoni la matye?’+