2 Kumkani 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Buya umva, uthi kuHezekiya inkokeli+ yabantu bam, ‘Utsho uYehova uTHIXO+ kaDavide ukhokho wakho ukuthi: “Ndiwuvile+ umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona ndiyakuphilisa.+ Ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova.+
5 “Buya umva, uthi kuHezekiya inkokeli+ yabantu bam, ‘Utsho uYehova uTHIXO+ kaDavide ukhokho wakho ukuthi: “Ndiwuvile+ umthandazo wakho.+ Ndizibonile iinyembezi zakho.+ Yabona ndiyakuphilisa.+ Ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova.+