INdumiso 90:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uye wabatshayela;+ baba bubuthongo nje;+Kusasa banjengengca le itshintshayo.+ INdumiso 103:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba kudlula umoya nje phezu kwayo, ize ingabi sabakho;+Nendawo yayo ingabi sayiqonda ngokubhekele phaya.+ INdumiso 104:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+
16 Kuba kudlula umoya nje phezu kwayo, ize ingabi sabakho;+Nendawo yayo ingabi sayiqonda ngokubhekele phaya.+
29 Ukuba uyabufihla ubuso bakho, ziyaphazamiseka.+Ukuba uyawususa umoya wazo, ziyabhubha,+Zibuyele eluthulini lwazo.+