INdumiso 119:89 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 89 Ukusa kwixesha elingenammiselo, Yehova,+Ilizwi lakho limile emazulwini.+ Isaya 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+ Mateyu 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 kuba inene ndithi kuni, kungade kudlule+ izulu nomhlaba kunokuba kudlule namnye unobumba omncinane okanye nalinye isuntswana lonobumba woMthetho zingenzekanga zonke ezo zinto.+ 1 Petros 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 kodwa ilizwi likaYehova lihlala likho ngonaphakade.”+ Elo “lizwi”+ ke lelo lavakaliswayo+ kuni njengeendaba ezilungileyo.
10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+
18 kuba inene ndithi kuni, kungade kudlule+ izulu nomhlaba kunokuba kudlule namnye unobumba omncinane okanye nalinye isuntswana lonobumba woMthetho zingenzekanga zonke ezo zinto.+
25 kodwa ilizwi likaYehova lihlala likho ngonaphakade.”+ Elo “lizwi”+ ke lelo lavakaliswayo+ kuni njengeendaba ezilungileyo.