Hezekile 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Elahlekileyo ndiya kuyifuna,+ nebhaduleyo ndiya kuyibuyisa, neyaphukileyo ndiya kuyibopha, negulayo ndiya kuyomeleza, kodwa etyebileyo+ neyomeleleyo ndiya kuyibhubhisa. Leyo ndiya kuyondla ngomgwebo.”+
16 “Elahlekileyo ndiya kuyifuna,+ nebhaduleyo ndiya kuyibuyisa, neyaphukileyo ndiya kuyibopha, negulayo ndiya kuyomeleza, kodwa etyebileyo+ neyomeleleyo ndiya kuyibhubhisa. Leyo ndiya kuyondla ngomgwebo.”+